Cape Gateway
English | isiXhosa | Aangaande | Kontak | Hulp | Gevorderde Soektog  |
 
iRadio Elsenburg
BESKRYWING:
iSebe Lezolimo leNtshona Kapa linesikhululo salo somculo esaziwa ngokuba yiRadio Elsenburg. Apha ke uChris Viljoen uthi enze amalungiselelo eenkqubo ezimbini zesi sikhululo sikanomathotholo sisebenza ngesiBhuluiRadio Sonder Grense (iRSG ngamafuphi). Esisikhululo ke sisasaza kwilizwe ngokubanzi kumaza omoya angu-100 - 104 FM.

I-Elsenburg Forum isasaza rhoqo ngokuhlwa kwangoLwesine nge-20h30, ngelixa iLandbou-oorsig yona ivakala emva kwemini yangoLwesihlanu nge-12h30.

Zombini ezi nkqubo zisasazwa ngesiBhulu yaye zishukuxa uthotho lwemiba yezolimo. Ezi nkqubo zikwagcinwa kwiwebsite yethu ngokohlobo lwamaxwebhu e-.mp3.
VOORSKRIFTE:
Vulela unomathotholo qwakho kwisikhululo iRSG esikumaza omoya angu-100 - 104 FM ngooLwezine nge-20:30 okanye ke ngooLwezihlanu nge-12:30, okanye utyelele iwebsite yase-Elsenburg emva kosasazo.Ukuze ufumane ezinye iinkcukacha, dibana:
noChris Viljoen
kule Nombolo Yomnxeba: 021 887 0985
chrisvi@elsenburg.com
VERSKAF BY:
Hierdie fasiliteitskategorië:
VERSKAF DEUR:
STAATSLIGGAAM:
Department of Agriculture (Provincial Government of the Western Cape)
Die inhoud van hierdie bladsy is laas op 21 Junie 2006 hersien
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo Cape Gateway is 'n diens wat die regering hoofsaaklik aan die burgers van die Wes-Kaap bied deur die voorsiening van inligting oor plaaslike, provinsiale en nasionale regering Western Cape: A Home For All logo