Cape Gateway
English | isiXhosa | Aangaande | Kontak | Hulp | Gevorderde Soektog  |
 
PROVINSIALE DEPARTEMENT VAN GESONDHEID: OORSIG

MALUNGA NELI SEBE

ISebe Lezempilo laseNtahona Koloni linika izigulana iinkonzo zononophelo lwempilo ezisemgangathweni nezifikelelekayo ngokwezimali.

Ukuze libe libe nokunikezela ngenkonzo yononophelo lwempilo esemgangasthweni kubo bonke abantu baseNtshona Kapa, iSebe Lezempilo lizinikele ekuekuqulunqeni isicwangciso-qhinga sexesha elide esibizwa ngokuba yiHealthcare 2010. Esi sicwangciso ke sinenjongo ekuphuculeni icandelo leenkonzo zononophelo lwempilo yoluntu eNtshona Koloni ukuze lijongane neenkonzo zomgangatho wokuqala, unonophelo wempilo yoluntu ekuhlaleni kwakunye nononophelo lokuthintela izigulo.

ISebe Lezempilo leli phondo lelinye lawona masebe amakhulu aseburhulumenteni kweli phondo yaye lifumana ama-27,9% (R5,7bn) ohlahlo-lwabiwo-mali lweli phondo. Abantu abaninzi abaphila kweli phondo abanalo ukhuseleko lwezempilo yaye uninzi lwabantu (ama-66%) luxinene kwiNqila yeKapa (kwiKapa neziphaluka). Bamalunga ne-12 lezigidi abantu abatyelela amaziko ezempilo kweli phondo ngonyaka ze babe malunga nezigidi ezimbini nesiqingatha izigulana ezilaliswa kwizibhedlele zethu ngonyaka.

EZISADL' UMZI

Eli phondo kungoku nje lijamelene noxanduva lwezifo ezintathu, ezizezi:

  • Izifo ezosulelayo, ezifana nesifo sephepha, intsholongwane kaGawulayo noGawulayo ngokwakhe;
  • Izifo ezinobuzaza ezifana nesifo seswekile, ubushushu, isifo sobushushu kunye nempilo ze ke kubekho;

Neentlungu zomphwfumlo kwakunye nomthwalo weemeko ezingxamisekileyo.

AWONA MAPHULO APHAMBILI

INkqubo Yokuthintela Ukosuleleka Kosana Yintsholongwane kaGawulayo esuka Kunina yenye yeenkqubo eziphambili zeNtshona Koloni. Ngenyanga yoKwindla ka-2003 iSebe Lezempilo besele lizuze liyifumene yonke impumelelo yeli phulo kuzo zonke izithili zeli phondo ezingamashumi amabini anesihlanu, yaye onke amanina abekhulelwwe ngoko abezimasa iinkonzo zononophelo lwempilo yokubeleka eziququzelelwe ngurhulumente kungoku nje ayafikelela kule nkqubo yokuthintelwa ukosuleleka kweentsana ezingekazalwa yintsholongwane kaGawulayo esuka koonina.

IINKONZO

Iinkonzo ke zinikezelwa kuthotho lwamaziko kwimimandla emine yeli phondo.

 

rounded corner
IZIGANEKO
rounded corner
 

Inyanga yoMdumba yinyanga Yokwazisa ngeSunSmart,
INyanga Yokwazisa Ngesifo Sorhudo, kwakunye,
NeNyanga Yempilo Yokubeleka

Ezinye iintshukumo zempilo ngale nyanga yoMdumba


 
   
   
     
rounded corner
IMIBA YEZEMPILO
 
     
rounded corner
AMAZIKO EMPILO
rounded corner
   
   
   
   
   
 
 
   
Ukubalwa kwala Maziko

Ummandla

Uhlobo iBoland iNqila uMzantsi Kapa uNxweme oluseNtshona Inani lazo zizonke
Isibhedlele Esikhulu   3     3
Iklinikhi 55 88 48 40 231
IZiko Lempilo Loluntu 3 43 9 4 59
Isibhedlele Sesithili 7 3 6 6 22
ICandelo Labazalisi Nelokuzalisa   12     12
Inkonzo Ehambayo 30 6 35 37 108
Izibhedlele zePhondo Ezixhaswa Ngezimali   7 5 2 14
Isibhedlele Sempilo Yengqondo   4     4
Isibhedlele Sommandla 1 5 1 1 8
Inkonzo Yempilo Yokuzalisa   10     10
Iklinikhi Esecaleni   13 1 34 48
Isibhedlele Seengcali   2     2
Isifo Sephepha 1 1   2 4
Inani lazo zonke ziphelele 97 197 106 126 526
Die inhoud van hierdie bladsy is laas op 2 Februarie 2006 hersien
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo Cape Gateway is 'n diens wat die regering hoofsaaklik aan die burgers van die Wes-Kaap bied deur die voorsiening van inligting oor plaaslike, provinsiale en nasionale regering Western Cape: A Home For All logo