IINKONZO ZOLAWULO LWAMAZIKO ELIFA LEMVELO: OORSIG
|
OORSIG
|
 |
IZIZA ZELIFA LEMVELO |
|
| |
|
|
| |
|
|
Amaziko elifa lemvelo ziindawo okanye amatye abalulekileyo kwinkcubeko okanye kwimbali kuquka nezakhiwo okanye izimiselo ezingaphezu kwamashumi amathandathu eminyaka zikho,
Izinto zakudala ezinqabileyo nezifundo ngezidalwa zamandulo ezifana namatye anqabileyo, ukuzika kweenqanawe kwakunye nemihlaba yokungcwaba namangcwaba.
Inkonzo Yolawulo Lwamaziko Elifa Lemvelo incedisa iBhunga Lelifa Lemvelo laseNtshona Koloni, ekulawuleni amaziko amaziko elifa lemvelo eli phondo ngokuthi inikezele ngeenkonzo zolawulo kweli Bhunga, kuquka:
- nokuchonga nokwenza uphando ngelifa lemvelo namaziko elifa lemvelo
- ulawulo ngezicwangciso-maqhinga
- ngokhuselo nolawulo lwamaziko elifa lemvelo eNtahona Koloni
- ngenkxaso yezimali neyolawulo
- ngokuba ngoonobhala kwiBhunga Lelifa Lemvelo laseNtshona Koloni neekomiti zalo
- ngokuseka kwanokugcina izikhundla zolwazi namanye amaziko.
Ukuze ufumane ezinye iinkcukacha Ngamaziko Elifa Lemvelo aseNtshona Koloni, khawufunde ngeBhunga Lelifa Lemvelo laseNtshona Koloni okanye ke utyelele iwebsite Yequmrhu Lamaziko Elifa Lemvelo aseMzantsi Afrika.
|
Die inhoud van hierdie bladsy is laas op 16 Februarie 2006 hersien
|
|
Cape Gateway is 'n diens wat die regering hoofsaaklik aan die burgers van die Wes-Kaap bied deur die voorsiening van inligting oor plaaslike, provinsiale en nasionale regering |
 |