STAD KAAPSTAD: OORSIG
|
|
I-Unicity yaseKapa yindawo enkulu nenabantu abaninzi kananjalo abantu baxakeke kakhulu, kukwakho nohambiso lweempahla nokwenziwa kweenkonzo kanti zikwakho neendawo zoshishino eziliqela kwaneendawo ezinemizi-mveliso. Imele amaziko ezoqoqosho kwaneendawo ezahlukeneyo zoqoqosho, indawo ezizodwa apho kufuneka isicwangciso esihlanganisiweyo sophuhliso nekukho uxhomekeko olumandla phakathi kwamakhonkco ezentlalo nezoqoqosho kunye neeyunithi ezisebenzisana nazo. I-Unicity yaseKapa ibandakanya iSixeko saseKapa, neBhunga leMetropolitan Council, iBlaauwberg, iKapa, iHelderberg, i-Oostenberg, iSouth Peninsula neTygerberg. ![]() WEBTUISTE: www.capetown.gov.za |
Die inhoud van hierdie bladsy is laas op 10 Augustus 2005 hersien
