Cape Gateway
English | isiXhosa | Aangaande | Kontak | Hulp | Gevorderde Soektog  |
 
DEPARTEMENT VAN PLAASLIKE REGERING EN BEHUISING: OORSIG

  • ngobambiswano kunye norhulumente womandla, ojongene noxanduva ngolulinganyo noomasipala abanempumelelo eNtshona
  • ukukhuthaza nokuququzelela inkqubo ehlanganisiweyo nezinzileyo yokuhlalisa abantu ezindlwini eNtshona Koloni.
 

 
MIBANDELA ENGAMALUNGELO OLUNTU

Funda okunye malunga nendlela esijongana ngayo nombandela obalulekileyo. Fumana iindaba zamva nje uze ukufumanisa ngendima esiyidlalayo kwihlabathi lanamhlanje.
 
UCEBA UMVUZO
Ungafumana olunye ulwazi ngomvuzo kaceba njengoko upapashiwe kwiGazethi zoRhulumente.
 
IFOTO UMVUZO
Ayingeniki mdla na into yokubona imifanekiso yezinye iiprojekthi iindaba neenkqubo?

ULAWULO LWENTLEKELE

Khangela indlela esingathwa iNtlekele kweli phondo. Into eyayenzeke kwixa elingaphambili kwanokuba zikhona na ezinye iintlekele esizisebenzayo.
 
NDINGASENZA NJANI ISICELO SEMALI-MBOLEKO YEZINDLU?

Khangela ezinye izinto eziphathelele kwiMali-mboleko yeZindlu. Indlela yokwenza isicelo, inkqubo elandelwayo kwizicelo nendawo onokusifaka kuyo isicelo sakho.

Umthetho i-INFORMATION ON THE RURAL AREAS ACT 1987

Imimandla yamaPhandle azange yenzeke ngenxa yezenzo zangabom zorhulumente ukuze kudaleke iindawo ekuthiwa, yiColoured Reserves, kodwa yadaleka ngenxa yezizathu ezahlukeneyo zembali. Olu xwebhu lukunika iinkcukacha malunganokuma kwemimandla ndawonye nenguqulelo zalo mimandla.

IBHODI YOPHUHLISO LWEZINDLU YENTSHONA KOLINI

Inkqubo yeRental Housing Tribunal ibonelela ngeenkonzo zamahala kubahlali kunye nabanini-mihlaba/zipropati kwiPhondo lonke leNtshona Koloni.

Die inhoud van hierdie bladsy is laas op 10 April 2008 hersien
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo Cape Gateway is 'n diens wat die regering hoofsaaklik aan die burgers van die Wes-Kaap bied deur die voorsiening van inligting oor plaaslike, provinsiale en nasionale regering Western Cape: A Home For All logo