DEPARTEMENT VAN VERDEDIGING: OORSIG
|
OORSIG
|
ISebe lezoKhuselo liqumrhu elisekelezwe kwiingxaki ezingekaveli nelinegunya elisekelezwe kwilungelo eliphambili lesizwe ngasinye lokuzikhusela kuhlaselo, likhusele nokuzimela kwalo ngokunjalo. Elo gunya limiliselwe kuMgaqo-siseko laphinda lachazwa nakuMthetho wezoKhuselo.
Eyona njongo iphambili yeSANDF kukukhusela ilizwe nabantu boMzantsi Afrika ngokwemimiselo yemithetho yezizwe ngezizwe.
UMgaqo-siseko uthi iSANDF inako ukuyalelwa ukuba ikhonze ngokuthi: - ikhusele eli lizwe, ukuze kukhuseleke ukuzimela kwalo kunye nomhlaba elikuwo.
- ithobele izinyanzeliso zeli lizwe ezimalunga nezizwe ngezizwe ngokubhekiselele kumaqumrhu amanye amazwe neminye imibuso.
- ilondoloze ubomi, impilo nempahla
- ijongane nokuphathwa kweenkonzo ezingundoqo
- ijongane nokuthotyelwa komthetho nokugcinwa kocwangco ngokusebenzisana neeNkonzo zamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS), phantsi kweemeko ezichazwe emthethweni, xa iiNkonzo zamaPolisa zingen
WEBTUISTE: www.mil.za
|
Die inhoud van hierdie bladsy is laas op 17 Augustus 2004 hersien
|
|
Cape Gateway is 'n diens wat die regering hoofsaaklik aan die burgers van die Wes-Kaap bied deur die voorsiening van inligting oor plaaslike, provinsiale en nasionale regering |
 |