Cape Gateway
Afrikaans | isiXhosa | About | Contact | Help | Advanced Search  |
 
Ukusetyenziswa kwemitshini
DESCRIPTION:
Amafama anikwa iinkonzo zocwangciso lokusetyenziswa kwemitshini ngeenjongo zokuqinisekisa ukuba amafama azisebenzisa kangangoko nangokufanelekileyo izixhobo zokusebenza zolimo. Umba wokukhuthazwa koLimo Olunolondolozo apha eNtshona Koloni (ukungaphethulwa qho komhlaba, ukulawulwa kwentsalela yezilimo emva kokuba kuvuniwe ukuze umhlaba ukwazi ukuwugcina umnyakamo wawo kwakunye nokulandelwa kwenkqubo yokuzitshintsha-tshintsha izilimo) yeyona nto iphambili kweli candelwana.Kananjalo likwanika neengcebiso nezikhokelo kwiindlela zokujika izixhobo zokusebenza ezikhoyo zilungiselelwe ukusetyenziswa kulimo olunolondolozo.
INSTRUCTIONS:
Xa ufuna enye inkcazelo eyenye, qhagamshelana no:
Deon Heydenrych
ngomnxeba kwa: 021 808 5366
deonh@elsenburg.com
PROVIDED BY:
GOVERNMENT BODY:
Sustainable Resource Management (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape)
PRICE:
Simahla
The content on this page was last updated on 2 February 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo Cape Gateway is a government service aimed primarily at citizens of the Western Cape, providing information on local, provincial and national government Western Cape: A Home For All logo