SALARIES
|
|
Imivuzo yezithuba zemisebenzi yaseburhulumenteni iphantsi kolawulo lweBhunga Elixoxela Abasebenzi Baseburhulumenteni. Xa amanqanaba emivuzo kuvunyelwene ngayo, umsebenzi ngamnye uyavavanywa ze unikwe inqanaba lomvuzo (elikwabizwa ngokuba sisithuba). Umvuzo wesithuba esithile uqhele ukukhankanywa kwisibhengezo seso sithuba somsebenzi.
Umvuzo obhengeziweyo nochaziweyo kwizithuba zemisebenzi eqhelekileyo iqhele ukungazibandakanyi izibonelelo ezifana ezifana noncedo lwezonyango (oko ke kukuthi, ezi zibonelelo ziza ngaphezu komvuzo) kodwa ke kwizithuba zemisebenzi yelona nqanaba liphezulu kusoloko kunikezelwa "ngesithonga" somvuzo esiquka zonke ezi zibonelelo. Ungawaphendla-phendla amanqanaba emivuzo yabasebenzi baseburhulumenteni:
|
The content on this page was last updated on 28 August 2007