- Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana - li-R180 (yenyuke ukusuka kwi-R170)
- Inkxaso-mali Yomntu Oxhomekeke Kunonophelo - ngama-R780 (yenyuke ukusuka kuma-R740)
- Inkxaso-mali Yokukhulisda Umntwana Okwexeshana - ngama-R560 (yenyuke ukusuka kuma-R530)
- Inkxaso-mali Yokukhubazeka - ngama-R780 (yenyuke ukusuka kuma-R740)
- Inkxaso-mali Yomhlala-phantsi - ngama-R780 (yenyuke ukusuka kuma-R740)
- Inkxaso-mali Yononophelo Lwasekhaya - li-R160 (yenyuke ukusuka kwi-R150)
Iinkxaso-mali zikaRhulumente Ziyenyuswa ngo-2005
Izixa ezintsha zeenkxaso-mali zoluntu eziphuma kurhulumente zika-2005 ziya kuqalisa ukusebenza ukususela ngomhla wokuqala apha kuTshazimpunzi ka-2005. Nazi izixa ezintsha (ukuze ufumane ezinye iinkcukacha cofa kwinkxaso-mali nganye):
The content on this page was last updated on 5 April 2005