Cape Gateway
Afrikaans | isiXhosa | About | Contact | Help | Advanced Search  |
 
Indlela Yokugcwalisa Iphepha lakho Lokubhalisela Irhafu: 2005/6
South African Revenue Service (SARS)
AUTHOR: iNkonzo Yengeniso yoMzantsi Afrika
SUMMARY
Ezi zizikhokelo eziza kukuncedisa ugcwalise iimpepha zakho zonyaka werhafu u-2005/06. Zisixhenxe ke iintlobo zezi mpepha zineenkcukacha zomhlawuli-rhafu kufuneka zingenisiwe, yaye zahlulwe ngokwemibala.
  • IT12SS - iphetshana elimbala u-orenji lelabahlawuli berhafu abafumana umvuzo kodwa bengenazibonelelo ekunokwenziwa kuzo amabango athile
  • IT12S - iphetshana eliluhlaza okomnquma lelabahlawuli berhafu abafumana umvuzo ze bafumane nezibonelelo ekunokwenziwa kuzo amabango ezibonelelo ezithile
  • IT12B - iphetshana elilubhelu lelabahlawuli berhafu abafumene ingeniso ngenxa yokutyala iimali, kwanakubaphathi beenkampani kwanamalungu eenkampani ezinzinzi
  • IT12BU - iphetshana elibomvu elinikwa abahlawuli berhafu abafumana ingeniso yokuthengisa neyokuqhuba iifama
  • IT12EI - iphetshana elibu-orenji elinikwa abahlawuli berhafu abamkelwe njengamaziko axolelekileyo ukuba angahlawuli rhafu
  • IT12TR - iphetshana elimdaka elinikwa indibanisela yeenkampani
  • IT14 - iphetshana eliluhlaza elinikwa iinkampani neenkampani ezincinci
CONTENTS:
The content on this page was last updated on 13 September 2007
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo Cape Gateway is a government service aimed primarily at citizens of the Western Cape, providing information on local, provincial and national government Western Cape: A Home For All logo