DEPARTMENT OF CORRECTIONAL SERVICES: OVERVIEW
|
|
Injongo yeSebe leeNkonzo zoLuleko kukuba negalelo ekuncedeni uluntu nasekukhuseleni uluntu olunobulungisa, uxolo nokhuseleko ngokuthi:
Owona msebenzi ungudoqo weli Sebe kukugcina abaphuli-mthetho ngendlela ekhuselekileyo libabeke neliso ngokunjalo. Liqhuba iinkqubo zokulawula iingxaki ezinokuvela ngokubhekiselele kubophuli-mthetho kwaye liyawamkela umbono omalunga nobuntu namalungelo abantu ngokubhekiselele kubo bonke ababandakanyekayo. WEBSITE: www.dcs.gov.za/ |
The content on this page was last updated on 16 August 2004