SPORT AND RECREATION SOUTH AFRICA: OVERVIEW
|
OVERVIEW
|
Injongo yeSebe lezeMidlalo noLonwabo (SRSA) liza kuphucula umgangatho wobomi babo bonke abemi boMzantsi Afrika ngokuthi likhuthaze ukuthabatha inxaxheba kwezemidlalo nolonwabo kweli lizwe nangokuthi amaqela ezemidlalo oMzantsi Afrika akhuthazwe ukuba athabathe inxaxheba kwimicimbi yezemidlalo yezizwe ngezizwe.
Iinjongo zeli Sebe zezi: - Ukunyusa umgangatho wokuthabatha inxaxheba kwezemidlalo kunye neendawo nezinto zokuzonwabisa.
- Ukuphakamisa ubume bezemidlalo phantsi kwengxaki yokungquzulana kwemibono malunga nokungxamiseka kwezinto.
- Ukwandisa kangangoko amathuba okuphumelela kwimicimbi emikhulu yezemidlalo.
- Ukusebenzisa ezemidlalo njengeyona nto iphambili enokusetyenziswa kwiinzame zokuphungula umgangatho wolwaphulo-mthetho.
Ezona zinto zingxamisekileyo zeli Sebe zezi: - Ukuqinisekisa ngendima yababandakanyekayo nokucwangcisa imisebenzi yabo ngokubhekiselele kwezemidlalo nolonwabo ukuze kuqinis
WEBSITE: www.srsa.gov.za
|
The content on this page was last updated on 18 August 2004
|
|
Cape Gateway is a government service aimed primarily at citizens of the Western Cape, providing information on local, provincial and national government |
 |