LIQUOR REGULATION: OVERVIEW
|
OVERVIEW
|
| |
|
AMAPHEPHA-MVUME OKUSHISHINA NGOTYWALA |
|
| |
|
|
|
| | | | |
|
 |
|
| | | | |
| |
|
IIMPEPHA |
|
| |
|
|
|
| | | | |
| |
|
IMITHETHO |
|
| | |
|
|
Apha kwiNtshona Kapa, wonke ubani othi avelise okanye athwengise utywala kuluntu. Apha kwiNtshona Kapa "usomashishini othengisela abaseli" ngulowo unephepha-mvume lokushishina ngotywala ngokwemigaqo yomthetho iLiquor Act 27 ka-1989 ethengisa ke ngeenjongo zokuba buselwe obu tywala (oko ke kuthetha ukuselwa kobo tywala kumasango alo somashishini anephepha-mvume lokuvumela oko kwanaloo ndawo ingenalo eli phepha-mvume lokuselelwa kobu tywala apho).
iBhodi Yotywala yeNtshona Kapa liqumrhu laseburhulumenteni elijongana nezicelo ze lenze nezigqibo ngokwezi zicelo, ngelixa iCandelo Lolawulo: Elijongene Nemimiselo Yotywala lona lijongana nemicimbi yolawulo kwaneyokuthotyelwa kwanokunyanzeliswa kokuthotyelwa komthetho iLiquor Act.
Ukuba ungumdidiyeli , okanye ke umthuthi kulindeleke ukuba ubhalise kwiCandelo Lesizwe Elijongene Nemicimbi Yotywala.
Kululwaphulo-mthetho ukuthengisa utywala ngaphandle kwephepha-mvume elikuvumela ukuba wenze oko yaye iNkonzo Yesipolisa soMzantsi Afrika ingamthabathela amanyathelo umntu lowo wenza oko ze ivale nelo shishini lakhe. |
|
The content on this page was last updated on 13 June 2006
|
|
Cape Gateway is a government service aimed primarily at citizens of the Western Cape, providing information on local, provincial and national government |
 |