| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
ULUHLU LWEENKCAZELO: O
Iingcaciso zamagama asetyenziswa eburhulumenteni, zidweliswe ngokwee-alfabhethi. (Okwangoku oku akukafumaneki ngesiXhosa, kufumaneka ngesiNgesi.)
Okuthuthekayo - Impendulo okanye imveliso ebambekayo yomsebenzi isetyenziselwa ukuqinisekisa ukuba isixa esithile somsebenzi sele senziwe okanye iziphumo ebezifunwa zifunyenwe.
OoGcinikhaya - Kulapho abantu abasondeleleneyo ngokuhlala begqiba ekubeni babelane ngoxanduva lokujongana nokhuseleko lwabo kwanolwempahla yabo.
OoNomadudwane - IQoqo Leentshukumo Ezikhethekileyo, eli candelo lijongene neentshukumo ezikhethekileyo linokuphanda ze litshutshise ulwaphulo-mthetho olucwangcisiweyo norhwaphilizo. Ingaphantsi kweCandelo Lotshutshiso Lwesizwe.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 28 uJuni 2004