Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IKomishoni yeNkcubeko yeNtshona Koloni
INKCAZELO:
 

amanina ecula ekwayaleni

 

rounded corner
IZICELO ZENKXASO-MALI
rounded corner
   
     
rounded corner
IINKCUKACHA ZOQHAGAMSHELWANO
rounded corner
   
iKimishoni Yenkcubeko yeNtshona Koloni idlala ebaluleke kakhulu ekulondolozweni, ekuphakanyisweni nasekuphuhlisweni kwazo zonke iinkcubeko kweli Phondo, ingakumbi abo babesakuhleleleka ngaphambili, benganikwa ntlonipho nendelelo. Le Komishoni ikhuthaza abemi ukuba bazamkele futhi baziqonde iinkcubeko zabo ezahlukeneyo.

Enye yeenjongo zale Komishoni Yenkcubeko kukusebenzisa inkxaso-mali yamaphulo enkcubeko njengesixhobo sokulwa intlupheko, ukudala amathuba engqesho kwanokuza neenguqu kuluntu nasekuhlaleni. Kungoko ke le Komishoni inika abantu amathuba okukhula bona kwanoluntu ekuhlaleni.

Le Komishoni ithatha lonke uhlobo lobugcisa, ukuqala kumculo wejazz ukuya kumculo wemveli nakwimidaniso yeballet, umculo we-opera, ukwenza imifanekiso eqingqiweyo, imizobo neminye nje imisebenzi yobugcisa njengengxenye ebalulekileyo yesizwe esiphilileyo. Ithi ke ngoko izame ukuqinisekisa onke amagcisa namachule kwakunye nazo zonke iintlobo zobugcisa ziyancediswa ze zikhuthazwe ngandlela zonke.

iKomishoni Yenkcubeko le incediswa kwimisebenzi yayo liSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo ze ifumane inkxaso yezopolitiko kuMphathiswa Wemicimbi Yenkcubeko, Imidlalo Nolonwabo.

AMALUNGU ALE KOMISHONI

Amagosa eSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nezemidlalo laseNtshona Kapa afezekisa imisebenzi ekwizikhundla eziphezulu kwanaleyo yolawulo enento yokwenza neKomishoni Yenkcubeko yeNtshona Kapa.

AMALUNGU ALE KOMISHONI
01 SEPTEMBER 2005

Lungile Jacobs usihlalo 083 660 8651 ljacobs01@ananzi.co.za
Celeste Matthews usekela-sihlalo 083 292 4638 alwan@iafrica.com
Amy Gould   083 978 4300 amyg@isat.co.za
Dr Louise E Combrink   083 441 9593 louisec@iafrica.com
Gillian Mitchell   083 462 9880 gmitchel@humanities.uct.ac.za
Margaret Moletsane   633 5568 (W)  
Mkondo Duke Ngcukana   082 899 5237  
Natalia Da Rocha   072 123 1781 applauz@artscape.co.za
R E Van Der Ross   794 0102 (H) revanderross@mweb.co.za
S Van Wyk   082 716 6480 svanwyk@uwc.ac.za
Sango Bam   082 723 5689 sango12@webmail.co.za
Sheigh Amierordien Du Toit   083 475 1072  
Thokozile Ntshinga   083 674 7148 ntshinga@hiddingh.uct.ac.za
Yeye Mgudlwa   083 648 4896 admin@sosebenza.wcape.school.za
I-EMAIL:
bsirmong@pgwc.gov.za
UMNXEBA:
021 483 9717
IFEKSI:
021 483 9711
IDILESI YESITALATO:
3rd Floor, Protea Assurance Bldg, Greenmarket Square, Cape Town, 8000
IDILESI YEPOSI:
PO Box 2299, Cape Town, 8000
UMNTU ONOKUDIBANA NAYE:
Bradley Sirmongpong
ICANDELO LIKARHULUMENTE ELIBEKA ILISO:
Departement van Kultuursake en Sport (Wes-Kaapse Provinsiale Regering)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uMatshi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo