Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngamachiza Abulala Izityalo Ezingadingekiyo
INKCAZELO:
Ngokomthetho, onke amachiza ezolimo, aquka abulala izityalo ezingadingekiyo, kufuneka evavanyelwe ukuba akulungele ngokwenene na ukuza neziphumo ezifunekayo nokhuseleko lwezityalo ngaphambi kokuba zikhutshelwe iintengiso.i-Elsenburg le incedisana nale nkqubo yokubhaliswa kwemveliso. Ngoko ke, i-Elsenburg iyila, yenze ze inikezele ingxelo ngokubhaliswa kwamachiza abulala izityalo ezingadingekiyo kwiinkozo ezincinci, izityalo nemifuno ejikelezayo elinywa kwiNtshona Kapa, konke ke oko kusenziwa ngokuthotyelwa kwemithetho yoMgcini-zincwadi.
IMIYALELO:
Ukuze ufumane eziye iinkcukacha, ungaqhagamshelana:
noMike Ferreira
Inombolo Yomnxeba: 021 808 5279
Inombolo Yefeksi: 021 808 5120
mikefe@elsenburg.com
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Technology, Research and Development (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape)
IXABISO:
Le nkonzo ifumaneka simahla.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uJuni 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo