| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
INKCAZELO: |
Umzana wophendlo lwezifo zezityalo phaya e-Elsenburg inika uluntu lwaseNtshona Koloni inkonzo yoxilongo lwezifo zezityalo. Igxininisa kakhulu kwinkalo yezifo zemifuno, ezezilimo ezineenkozo ezincinane, kwezezityalo eziziilupin neekhanola. Uphendlo oluqhutywa kulo mzana lujoliswe ekubhaqeni izinto ezibanga izifo, izinto ezo ezizezi ntlobo zilandelayo:
|
IMIYALELO: |
Xa kusenziwa olu phendlo kufuneka ukuba zibekho ezi sampuli zilandelayo:
Isampuli ezingeniswayo kufuneka zihambe nephetshana lokungenisa iisampuli, phetshana elo lifumaneka kuvimba weenkcukacha zekhompuyutha i-Elsenburg website. Ezi sampulu zingeniswayo ke kufuneka ukuba zifike zikwimeko ekufaneleyo ukuba zingasetyenziswa kwiindlela zophendlo lwezifo zezityalo. ISebe lezoLimo leNtshona Koloni nabasebenzi balo abalwamkeli uxanduva lweziphumo zolu phendlo.Xa ufuna inkcazelo eyenye, qhagamshelana no: |
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Technology, Research and Development (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape) |
IXABISO: |
Iintlawulo ukuza kuthi ga ngomhla wokuqala kwekaTshazimpunzi ka-2006 bezimi ngolu hlobo:
Amaxabiso ophendlo Uvavanyo lweembewu lwenziwa ngexabiso ngokwesizathu olwenzelwe sona.Imeko nganye ijongwa ngokwemiba yayo.Amaxabiso aquka iVAT yaye anokwenyuka ngokuhamba kwamaxesha. Amaphetshana achaza ixabiso laloo nkonzo athunyelwa kumntu ojongene noko njengoko kuthiwe thaca kwiphetshana lesicelo |