| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ukusetyenziswa kwemitshini
INKCAZELO: |
Amafama anikwa iinkonzo zocwangciso lokusetyenziswa kwemitshini ngeenjongo zokuqinisekisa ukuba amafama azisebenzisa kangangoko nangokufanelekileyo izixhobo zokusebenza zolimo. Umba wokukhuthazwa koLimo Olunolondolozo apha eNtshona Koloni (ukungaphethulwa qho komhlaba, ukulawulwa kwentsalela yezilimo emva kokuba kuvuniwe ukuze umhlaba ukwazi ukuwugcina umnyakamo wawo kwakunye nokulandelwa kwenkqubo yokuzitshintsha-tshintsha izilimo) yeyona nto iphambili kweli candelwana.Kananjalo likwanika neengcebiso nezikhokelo kwiindlela zokujika izixhobo zokusebenza ezikhoyo zilungiselelwe ukusetyenziswa kulimo olunolondolozo. |
IMIYALELO: |
Xa ufuna enye inkcazelo eyenye, qhagamshelana no: Deon Heydenrych ngomnxeba kwa: 021 808 5366 deonh@elsenburg.com |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Sustainable Resource Management (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape) |
IXABISO: |
Simahla |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 2 uFebruwari 2004