| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
I-Agri-Outlook: Iinkcukacha ezikuvimba wekhompuyutha ezingezoLimo eNtshona Koloni
INKCAZELO: |
I-Agri-Outlook yinkonzo yenkcazelo efumaneka kwi-Internet ngaphandle kwentlawulo nejoliswe kubo bonke abo bachaphazelekayo ngenxaxheba yabo kwezolimo eNtshona Koloni. Iimeko zemozulu nezolimo zakutsha nje apha eNtshona Koloni zishwankathelwa rhoqo ngenyanga, ze ke kananjalo kunikezelwe noqikelelo lokuna kwemvula kwisithuba seenyanga ezintandathu ezilandelayo. Abatyeleli abatyelela rhoqo bangawafumana amazinga okuna kwemvula mihla le kwiindawo ezithile ezikhethiweyo zalapha eNtshona Koloni. |
IMIYALELO: |
Ukuba ngaba ufuna inkcazelo eyenye, ungaqhagamshelana no: Henk Cerfonteyn ngomnxeba kwa: 021 808 5084 henkc@elsenburg.com www.elsenburg.com/agri-outlook/ |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Technology, Research and Development (Department of Agriculture, Provincial Government of the Western Cape) |
IXABISO: |
Le nkonzo inikwa abantu abakwaziyo ukufikelela kwi-Internet ngaphandle kwentlawulo. |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMeyi 2006