Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
iNkqubo Yesizwe Ezihambelayo Yokufumana Iinkcukacha Koovimba-mpepha (ekwabizwa ngokuba yiNAAIRS)
INKCAZELO:
p>Le Nkqubo Yesizwe Izihambelayo Yokufumana Iinkcukacha Koovimba-mpepha sisixhobo esifumaneka kwi-internet sokukhangela amaziko oovimba-mpepha. La mabakala ke aluluhlu lweempepha zoovimba ezifumanekayo ezikumaziko ooVimba-mpepha Besizwe soMzantsi Afrika.
IMIYALELO:
Ukuze ube nokukhangeka iimpepha zoovimba ezikwi-internet, yiya kwi-website yeNAAIRS. iNAAIRS le iya kukuthumela kwindawo ezikuyo ezi mpepha ze ikunike neenkcukacha ngazo. Kuya kufuneka uye kuloo vimba zikuye ezi mpepha ukuze ufumane ulwazi olufunayo. iNAAIRS ke ayiziquki izibhalo ezikwiimpepha zoovimba.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
iSebe Lobugcisa Nenkcubeko (The Government of South Africa)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 20 uEpreli 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo