Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Amazko Alondoloza Imbali
INKCAZELO:
Angama-28 amaziko alondoloza imbali ephondo apha kwiNtshona Kapa.Iziko Lolondolozo Lwembali Photograph of Genadendal Museum
Genadendal
Museum
La maziko alondoloza imbali ke avuleleke kuluntu ngokubazi yaye akwanikezela nemiboniso kwanemisebenzi yobugcisa ebonakalisa imbali yeli phondo yenkcubeko neyendalo, nequka iindlela ezintsha esiyijonga ngayo imbali yaseAfrika okanye imbali yemvelo yeli lizwekazi.Amaziko alondoloza imbali la akwanothotho lwemiboniso ajoliswe ekufundiseni abantwana besikolo.
IFUMANEKA KWI:
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Inkcubeko Nobutyebi Bendalo (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
IXABISO:
Amaziko amaninzi alondoloza imbali ke abiza imadlana engephi kubatyeleli.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uEpreli 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo