| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
INKCAZELO: |
iSebe Lephondo Lemicimbi Yenkcubeko Nezemidlalo, ngokweli linge Lokutyala Kwinkcubeko, lifuna izicelo zenkxaso-mali kumaphulo enkcubeko.
IPHULO LOKUTYALA KWINKCUBEKO: IMVELAPHI Inkqubo Yephulo Lokutyala Kwinkcubeko ijolise ekunyuserni imali ngokuthi inikezele ngezibonelelo ukuze iqinisekise imbuyekezo yotyalo-mali oluya kuphumeza eyona minqweno yeSebe Lobugcisa Nenkcubeko ndawonye nezinye iimbono eziphangaleleyo zikarhulumente ezihambelana:
|
||||||||||||||||||||||||||||
IMIYALELO: |
NGUBANI ONOKUFAKA ISICELO SENKXASO-MALI?
Izicelo ezigcwalisiweyo kufuneka zithunyelwe apha: kuNksz K Mongane Usuku lokugqibela lokwamkelwa kwezicelo ngowe-13 kweyeSilimela apha ku-2006. Aziyi kwamkelwa izicelo ezithunyelwe ngefeksi. Zonke izicelo ziya kuqala zivavanye umgangatho ngokwenkqubo yokuvavanywa. Eli Phulo Lokutyala Kwinkcubeko liqeshe uMbhexeshi wePhondo kwiphondo ngalinye ukuze anikezele naluphi na uhlobo lwenkxaso noncedo. Xa unokufuna olunye ulwazi, nceda uqhagamshelane: noNontuthuzelo NqabenionguMbhexeshi kwiPhondo leNtshona Kapa leli Phulo Lokutyala Kwinkcubeko Umnxeba Wesinqe: 082 884 6869 Inombolo YomnxebaWe-ofisi: 012 441 3000. |
||||||||||||||||||||||||||||
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
