| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
INKCAZELO: |
Inkonzo yeWebPALS isebenzisana namathala eencwadi alawulwa nguRhulemente wePhondo leNtshona Koloni futhi awawaquki amathala eencwadi aphantsi kolawulo lweSixeko saseKapa. Amalungu amathala eencwadi angayisebenzisa iinternet ukuhlaziya impahla yethala leencwadi, baphendla-phendle iincwadi ngekhompyutha, okanye ke bafumane iinkcukacha ngethala leencwadi elithile. IIMPAWU ZEWebPALS Ukuphendla-phendla Ukuba ufikelela kwiWebPALS ngokwethala leencwadi okanye isikolo sakho, indlela yokuphendla-phendla le ibeka loo ndawo ukuyo njengendawo yokuqala ophendla-phendlela kuyo; kodwa ke onke amathala eencwadi asebenzisa le WebPALS athatyathwa njengeendawo zokuqala zokukhangela Ukuveza iinkcukacha zakho Ukuhlaziya usebenzisa ikhompyutha Ukuboleka iindcwadi kumathala eencwadi ahlukeneyo Ungabona:
|
IMIYALELO: |
Ukufikelela kwiinkonzo zamathala eencwadi zekhompyutha, yiya WebPALS kwiwebsite yeWebPALS. |
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Iinkonzo Zamathala Eencwadi (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
