Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Inyathelo leKapa loBuxhaka-xhaka Bobugcisa Lwezinto Eziphilayo
INKCAZELO:
I-Cape Biotech Initiative (CBI ) yabhengezwa ngonyaka ka 2002/2003. Sisambuleni sembutho esijolise ekudaleni urhwebo lobugcisa ngezinto eziphilayo oluxakeke kakhulu eNtshona-Koloni. ICBI imele umdla worhwebo, izifundiswa, urhulumente, ezemali, uluntu nabo bonke abathathi benxaxheba kummandla wobugcisa bofundo ngezinto eziphilayo.Uqaliso lwaphumelela ukunikwa umsebenzi wokumisa isifukamisi esibiza i-R150 ezigidi ngokwemigaqo ye-National Biotechnology Strategy.
IMIYALELO:
Ngolwazi oluthe vetshe qhagamshelana no:Nigel Gwynne-Evans
Inombolo Yomnxeba: 021 483 3859
Inombolo Yefeksi: 021 483 4616
ngwynne@pgwc.gov.za
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Strategic Sector Support (Department of Economic Development and Tourism, Provincial Government of the Western Cape)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uJulayi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo