| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ulwazi Lwenzuzo Yemveliso Ephuma Ngaphandle
INKCAZELO: |
ISebe Labongameli liyayithakazelela into yokusasaza ulwazi ngeenkqubo zenzuzo yemvelisa eya ngaphandle, ingakumbi ulwazi lwenzuzo yorhwebo olutsha lwesizwe.Olunye uyilo lwenzuzo ekhoyo ibandakanya:
|
IMIYALELO: |
Ungazuza iinkcukacha zolwazi lwezi nkqubo zenzuzo zidwelisiwe kwi-websayithi i- DTI. Okanye ungaqhagamshelana no: MornT Hoogbaard Okanye Mark LakayInombolo yeFowuni : 021 483 4717 Inombolo yeFaksi: 021 483 4616 mlakay@pgwc.gov.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
|
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMatshi 2004