Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
AMAPHEPHA-MVUME OKUSHISHINA NGOTYWALA
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Izicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
Nawuphi na umntu onqwenelela ukuthengisa, ukwenza nokuhambisa utywala ngokwasemthethweni ngokomthetho kufuneka abe nephepha-mvume lokuthengisa utywala.  > 
Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
Ukuba usomashishini othengisa utywala uthi aphaamisane nabanye abantu, oku kunokuthi kanti akuhambiselani nomthetho iLiquor Act okanye ke imiqathango yelo phepha-mvume. Kusenokufakwa isikhalazo emapoliseni, aya kuthi ke wona amthathele amanyathelo loo somashishini. Kwingingqi apho kukho khona umbutho wasekuhlaleni, umzekelo, iqoqo lamapolisa asekuhlaleni okanye umbutho wabahlawuli berhafu ...  > 
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
Unakho ukungasamkeli isicelo sephepha-mvume lotywala.  > 
Ukufumana Ulwazi Ngezicelo Nzingenayo Zamaphepha-mvume Otywala Kwakunye Nemisebenzi yeBhodi yoTywala yeNtshona Koloni
Uluntu kudingeka ukuba lwazi ngezicelo zamaphepha-mvume otywala aphantsi koqaphelisiso ukuze lukwazi ukudwelisa inkcaso. IBhodi yoTywala yeNtshona-Koloni ngoko ipapasha uludwe lwezicelo ezingenileyo ngenyanga nganye.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo