| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
INKCAZELO: |
Unakho ukungasamkeli isicelo sephepha-mvume lotywala.KuLwesihlanu wokuqala wenyanga, zonke izaziso zokuba nenjongo zokufaka isicelo sephepha-mvume zipapashwa kwiPhepha-ndaba likaRhulumente. Isaziso esikwiPhepha-ndaba likaRhulumente siso kuphela isaziso sofako-sicelo esinikezelwa eLuntwini. |
IMIYALELO: |
Ungafaka isikhalazo sesicelo esifakiweyo kuMantyi okwiSithili ukuba izakhiwo zakhiwe phi ngaphakathi kweentsuku zenkundla ezingama-28. Inkcaso yakho kufuneka idibanise:
|
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
|
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uMatshi 2004