Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
AMALUNGELO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Intsholongwane kaGawulayo/NoGawulayo
Abantu abanentsholongwane kaGawulayo banamalungelo afanayo nawabanye abantu bonke.  > 
Izikhalazo Ngokunyhashwa Kwamalungelo Oluntu
UMgaqo-siseko uthi awona malungelo angundoqo abo bonke abemi boMzantsi Afrika aya kukhuselwa ze ahlonitshwe. La malungelo adweliswe kuMqulu Wamalungelo kwakunye neemeko apho kungavumeleka ukuba la malungelo ancitshiswe/avinjwe khona.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 20 uOktobha 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo