Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUNIKEZELA INGXELO NGOBUNDLOBONGELA
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Reporting a Missing Person (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
If someone close to you is missing, you should report it to the police. You do not need to wait for 24 hours - you can report it as soon as you know they are missing.  > 
Ukunikezela Ngengxelo Yodlwengulo
Ukuba uthe wadlwengulwa okanye wenzakaliswa ngokwesondo, ungagqithisa ingxelo malunga noku emapoliseni. Kukuzithandela kwakho ukuba uyigqithise le ngxelo nokuba ungayigqithisi emapoliseni kodwa ukuba awuyinikezeli, ityala lakho alisayi kuphandwa okanye kufakwe simangalo. Amapolisa awavumelekanga ukuba angavumi ukuphanda ityala lakho, kodwa ukuba awuyigqithisanga ingxelo, ityala lakho alisayi kuphandwa ...  > 
Ukunikezela Ngengxelo yoLwaphulo-mthetho
Ukunikezela ngengxelo yolwaphulo-mthetho osele lwenzekile, kufuneka ufowunele okanye uye kwisikhululo samapolisa esikufutshane nawe. Ukunikezela ngengxelo yodlwengulo okanye ukuphathwa gadalala komntwana kukho izinto ezizodwa ezithi ziqwalaselwe nezisetyenziswayo. Kwixesha likaxakeka kufuneka utsalele umnxeba kule nombolo yexesha likaxakeka yamapolisa engu: 10111 okanye 112.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 16 uJanuwari 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo