Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKHUSELEKO EKUHLALENI
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Contacting your Community Safety Forum (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The function of a Community Safety Forum (CSF) is to coordinate the crime prevention activities of all government and non-government organisations (NGOs) that are involved in crime prevention in an area, which may cover several police station areas. This is so that unnecessary duplication can ...  > 
Hlukanani Nabantwana Bethu
Iphulo Eliluqilima Lokufundisa Ngobungozi Nokuthintelwa Kolwaphulo-mthetho Ezikolweni ...  > 
Ukuba Ngumntu Osebenzela Uxolo
Abantu abasebenzela uxolo bahamba-hamba apha ekuhlaleni yaye bayafumaneka ukuncedisa kuyo nayiphi na imeko yengxwaba-ngxwaba engenazigalo. Ezinye iinkonzo ezinikezelwayo ziquka ukuya kwiziganeko ezinkulu, ezifana nemingcwabo, enokuba nobundlobongela. Abantu abasebenzela uxolo banceda iindawo abahlala kuzo ixesha elingangonyaka. Nabani na obudala buyiminyaka ephakathi kwe-18 nama-35, ongaphangeliyo, ofikeleleyo kwibanga ...  > 
Ukufumanela Amaphulo Okhuseleko Loluntu Inkxaso-mali
iSebe Lephondo Lokhuseleko Loluntu linikezela ngenkxaso-mali kumaphulo alwa nolwaphulo-mthetho aqhutywa yimibutho engekho phantsi kolawulo lukarhulumente ebhalisiweyo kwakunye namabutho Asekuhlaleni Alwa Nolwaphulo-mthetho.  > 
Ukuqhagamshelana neForum yamaPolisa Yasekuhlaleni
IForum yamaPolisa yasekuhlaleni (i-CPF) iqulethe imibutho namaziko anjengezikolo, imibutho yabahlawuli-rhafu, imibutho yoluthu, amashishini kunye namaziko enkolo, asebenzisana namapolisa engingqi. Injongo ye-CPF kukudala nokugcina indawo ekhuselekileyo nenokhuselo kubemi abahlala kummandla waloo CPF.  > 
Ukuqhagamshelana, Ukubhalisa okanye Ukufumana Uqeqesho Nezixhobo Lweqela Elilwa uLwaphulo-mthetho Ekuhlaleni
Iqela elilwa ulwaphulo-mthetho ekuhlaleni liqela labahlali basebumelwaneni nabathi bavumelane ekusekeni eli qela emva kokuxoxa lo mba kunye nabantu abahlala kummandla wabo. Injongo yeli qela kukukhuthaza ubudlelwane obufanelekileyo phakathi kwabahlali kwakunye nokusebenza njengo-'gcinikhaya' kulo mmandla, ngamanye amaxesha ngokujikeleza, kwaye ngamanye amaxesha ngokuhlala rhoqo belindele okunokwenzeka kwimisebenzi ...  > 
Ukuseka iNkampani Yokuphuculwa Kwesixeko
Iinkampani Zokuphuculwa Kwezixeko ezi ziinkampani ezingajonge kwenza ngeniso ezimele abanini-mihlaba (oko kukuthi ke abahlawuli berhafu) kwingingqi yomhlaba kamaspala othile. Le nkampani ke yenza izivumelwano nomaspala kuqokelelwe imali ethe chatha (eyirhafu yale nkampani) kubahlawuli beebkonzo zikamaspala abahlala kuloo ngingqingaphezu kwezo ntlawulo baqhele ukuzihlawula. Le mali ithiwe ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uJuni 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo