Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMIPU
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Ukohluthwa koMpu
INkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS) ingawohlutha umpu phantsi kweemeko ezithile:Ukuba umntu othile unompu ngaphandle kwephepha-mvume, i-SAPS ingawohlutha ze ifake isimangalo solwaphulo-mthetho ngaloo mntu. Ukuba umntu othile unephepha-mvume lompu kodwa uthi enze ingozi, i-SAPS ingamenza athatyathwe njengalowo ungafanelwanga kukuba nampu. Umntu obanjelwe amatyala athile kucingwa ukuba ...  > 
Ukufumana iPhepha-mvume loMpu
Umthetho Omtsha Wemipu Ozakuqala Ukusebenza Ngomhla Wokuqala kweyeKhala ku-2004, Senziwa Njani Isicelo Sephepha-mvume? Iphepha-mvume Lisebenza Ixesha Elingakanani? Mingaphi Imipu Umntu Anokuba Nayo? Kwenzeka Ntoni Xa Sendinalo Iphepha-mvume? Luyintoni Na Uxanduva Lwam Xa Ndinompu okanye Ndifuna Ukuba Nompu? , Ulwazi Oluthe Vetshe ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo