Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo"
INKCAZELO:
I-WCED igcine inxiwa lezikolo kwakunye namaziko kweli Phondo. Unokukhangela kweli nxiwa:
  • Ngegama lesikolo
  • Ngolwimi lwezifundo
  • Ngehlomela-dolophu okanye idolophu
  • Ngesithili semfundo
  • Uhlobo lwesikolo(esemfundo ephantsi, njalo-njalo)
  • Izifundo ezinikezelwayo (amaBanga 8 ukuya kwele-12)
  • Amaziko emisebenzi ekhethekileyo (ubuchule, umculo, njalo-njalo etc)
IMIYALELO:
Cofa apha ukuze ukwazi ukufumana isixhobo sokukhangela.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uSeptemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo