Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMFUNDO EPHANGALELEYO (AMABANGA R - 9)
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
AmaBanga ukusuka ku-R ukuya ku-9
Kunyanzelekile ukuba isikolo siqalwe ekuqaleni konyaka xa umfundi lowo aza kuqala iminyaka esixhenxe de afikelele kwiBanga le-9 okanye kuloo nyaka umfundi aya kube efikelela kwiminyaka eli-15 ngawo (nokuba yiyiphi na eyenzeka kuqala). Eli nqanaba libizwa ngokuba linqanaba leMfundo noQeqesho ngokuBanzi kwaye livela ngokwezigaba ezithathu:Isigaba esisiSiseko ...  > 
Imfundo Yomculo
Abafundi bangalufumana uqeqesho olulungiselelwe bona emculweni kumaziko omculo aphantsi kweSebe Lemfundo laseNtshona Koloni:Iziko Lomculo iBeau Soleil, Iziko Lomculo iHugo Lambrechts, Iziko Lomculo iFrank Pietersen.  > 
Outdoor and Museum Education Programmes (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
WCED educators are available at three outdoor education centres and four museum programmes in the Western Cape.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uJanuwari 2005
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo