| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Iinkcukacha Neziphumo Zeemviwo
INKCAZELO: |
Ngentsimbi ye-06:00 ngomhla wama-28 kwetyoMnga ka-2007, iziphumo zematriki zika-2007 ziya kufumaneka kwi-internet. Uya kukwazi ukukhangela iziphumo zomfundi othile kwiphepha leSebe Lezemfundo leNtshona Koloni elikwi-internet, okanye ukhangele abafundi abaphumelele emagqabini kwisikolo okanye isithili esithile. Ukuze ufumane iziphumo neenkcukacha zika-2007, cofa kuphawu olungudibanisa elisecaleni koxwebhu lweziphumo zika-2007 kwicala elisekhohlo lomboniso lowo. Ukuze ufumane iinkcukacha zakho, uya kudinga oku kulandelayo:
Hlala utyelela le website ukuze ufumane amaxesha neendawo zokuhlalela iimviwo zeesapu. Iziphumo zeemviwo zemfundo noqeqesho olungundoqo lwabadala nazo zikwafumaneka. Yaye usenakho nokufumana amaxesha neendawo zokuhlalela iimviwo kwakunye namaphepha eemviwo esele zabhalwa kudala. |
||||||||||||||||||||||||
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 28 uDisemba 2007
