| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
IMfundo Engundoqo Noqeqesho Lwabadala
INKCAZELO: |
ISebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu likhuthaza ukuba abasebenzi balo bafunde bade bakhokhobe. Ukuza kuthi ga ngoku eli Sebe liyazixhasa iiNkqubo zeMfundo Engundoqo Noqeqesho Lwabadala.Abafundi be-ABET abaqeqeshwa usuku olunye ngeveki bangagqiba nje amanqanaba e-ABET ukusuka kwelo-1 ukuya kwele-4 kunye/okanye bagqibe ibanga leshumi. |
IMIYALELO: |
Abasebenzi abafuna ukubhalisa kuqeqesho lwe-ABET mabadibane no: Beatrice de Jongh Inombolo yomnxebai: 021 483 3351 bdejongh@pgwc.gov.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Imicimbi Yamaqumrhu (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uFebruwari 2004