Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMFUNDO YASEKHAYA
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Imigaqo Yemfundo Yasekhaya
ISebe lezeMfundo leNtshona Koloni (iWCED) liyajongisisa ukuba abantwana ababhaliselwe imfundo yasekhaya benza umsebenzi ohambelana nezidingo zemfundo ngokuthiwa thaca leli sebe yaye bayavavanywa futhi bazuza iziphumo ezidingekayo kubantwana abakwelo banga.  > 
Ukubhalisela Imfundo Yasekhaya
Abazali abafuna ukubonelela abantwana babo ngemfundo yasekhaya kufuneka babhalise kwi- WCED.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 26 uEpreli 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo