| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Imigaqo Yemfundo Yasekhaya
INKCAZELO: |
ISebe lezeMfundo leNtshona Koloni (iWCED) liyajongisisa ukuba abantwana ababhaliselwe imfundo yasekhaya benza umsebenzi ohambelana nezidingo zemfundo ngokuthiwa thaca leli sebe yaye bayavavanywa futhi bazuza iziphumo ezidingekayo kubantwana abakwelo banga. Ukuqinisekisa ukuba abafundi bazuza iziphumo ezilindeleke kubafundi belo banga, umzali kufuneka:
UKUGCINA IIMPEPHA Emva kokuba umfundi ebhaliselwe imfundo yasekhaya, umzali lowo kufuneka:
Ezi mpepha zineziphumo zomfundi kufuneka zivuleleke kwiSebe lezeMfundo leNtshona Koloni ukuba lizihlole. Zonke iziphumo ezifanele ukugcinwa kufuneka zigcinwe iminyaka emithathu. UKUVAVANYWA NGUMNTU OZIMELEYO Ekupheleni kwebakala ngalinye, abazali kufuneka baqashe umntu okuqeqeshelweyo ukuvavanya, ongqinwa nayiNtloko yeSebe lezeMfundo, ukuba avavanye indlela abantwana abaqhuba ngayo ekupheleni kwelo bakala. Umzali angadibana nesikolo sikarhulumente okanye esizimeleyo esibhalisiweyo ukuba simncedise afumane umntu okulungeleyo ukuvavanya abantwana kwelo banga. |
IMIYALELO: |
Ukuze ufumane iinkcukacha ezizezinye, qhagamshelana: noDave Shepherd Inombolo Yomnxeba: 021 467 2611/13 Inombolo Yomnxeba: 021 467 2996 dshepherd@pgwc.gov.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uMeyi 2004