Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Uqeqesho Olunikwa Abafundisi-ntsapho Phambi Kokuqalisa Ukufundisa
INKCAZELO:
Phambi kokuba ube nokubhalisa kwiBhunga Labahlohli baseMzantsi Afrika ze uthabathise nangomsebenzi wokufundisa, kufuneka ufumane iimpepha ezingqina izifundo zakho zobutitshala.
IMIYALELO:
Ukuze ufumane iinkcukacha ezithe vetshe, khawutyelele:
IFUMANEKA KWI:
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 9 uMatshi 2005
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo