| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
INKCAZELO: |
ISebe leMfundo leNtshona Koloni lixhobisa abahlohli nabafundi ngezinto ngezinto ekubonelelwa ngazo kwi-online. |
IMIYALELO: |
I-EDUMEDIA ONLINE Le site yeSebe leMfundo leNtshona Koloni inevenkile ye-online shop nethala leencwadi. Le venkile ineekhakathalogu zazo zonke izinto ezipapashiweyo ezifundisayo ezenziwe lisebe eli ezingathengwa kwalapha kwi-online. Ithala leencwadi linekhathalogu nezibonelelo ze-intanethi ezingaluncedo kumhlohli okanye kumfundi. IIMVIWO ZESEBE LENTSHONA KOLONI EIZKWI-ONLINE Le site inemaphepha eemviwo zeBanga leShumi kwaneempendulo ezilindelekileyo. IZIBONELELO ZEPROJEKTHI YOKUFUNDA EZIKOLWENI IProjekthi yokuFunda yeZikolo igcine uluhlu lwezibonelelo ze-online ekujongwe ukuphuculwa indlela yokufundisa neyokufunda ezikolweni kuqukwa neenkcukacha:
IZIKO LEZIBONELELO LESEBE LEMFUNDO LESIZWE Eli ziko lezibonelelo iDepartment of Education Resource Centre linekhathalogu ye-online ebandakanya:
Iziko eli likwanawo namakhonkco kunye neewebsite zeeNkonzo zeeNkcukacha zeThala leencwadi. I-SCHOOLNET ISebe leMfundo liyalixhasa ilinge leSchoolNet, elinenjongo yokwenza abafundi nabahlohli basebenzise iteknoloji yeekhompyutha kwaneteknoloji yonxibelelwano. Iwebsite yeSchoolNet ineenkcukacha eziya kuba luncedo kubafundi nakubahlohli, ezisukela kwiinkcukacha zoqhagamshelwano zesikolo ukuza kuthi ga kwezi zibonelelo zezemfundo ezenziweyo zaza zagcinwa. Educational projects undertaken by SchoolNet and its partners include:
|
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Iinkonzo Zenkxaso Kwimfundo Eyodwa (iSebe Lemfundo leNtshona Kapa, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |