Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ULONYULO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Ukubhalisa kuLuhlu Lwabavoti
Phambi kokuba ungavota kulonyulo lukaZwelonke okanye looMaspala, kufuneka ube kanti ubhalisile kuLuhlu lwabavoti.  > 
Ukujonga Ukuba Ngaba Ngokwenene Ubhalisile kuLuhlu Lwabavoti
Phambi kokuba uvote kulonyulo, kufuneka ube ubhalisile kuluhlu lwabavoti.  > 
Ukutshintsha Iinkcukacha Zakho kuLuhlu looMaspala
ULuhlu Lwabavoti kufuneka lungabi naziphene yaye luqulathe kangangoko lunakho ngokwakwiinkcukacha zabavoti. Iinkcukacha zabavoti kufuneka zingabi naziphene. Oku kuthetha ukuba uLuhlu Lwabavoti kufuneka soloko lunezona nkcukacha zintsha ngawo onke amaxesha.  > 
Uvoto Kulonyulo looMaspala
Ulonyulo looMaspala ...  > 
Uvoto Kulonyulo lweLizwe
Olu lonyulo rhoqo emva kweminyaka emihlanu. Zazisa ukuba ngubani oza kulawula ilizwe yaye umbutho wezopolitiko ngamnye uza kufumana izihlalo ezingaphi ePalamente. Zikwaxela ukuba ngowuphi umbutho wezopolitiko oza kuphatha iphondo ngalinye.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uFebruwari 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo