Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IZIQINISEKISO NAMAPHEPHA-MVUME OKUSEBENZISA INDALO ENGQONGILEYO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Amaphepha-mvume okuqhuba elwandle kwaneZiqinisekiso zokuSebenza Ngeendawo Zokudlala ngamaPhenyane
Isebe eli lijongana ngokwalo nezicelo zamaphepha-mvume okuqhuba elwandle ngeenjongo zophando lwezenzululwazi, ukusebenza ngokuzonwabisa, ushishino ngabatyeleli kwanokufumana indlela yokungea kumhlaba wabanye abantu ukuba ayikho enye indlela yokungena kuloo ndawo. Eli Sebe likwajongana nezicelo zeemvume zokusebenza kwiindawo zokudlala ngamaphenyane.  > 
Fishing Rights and Permits (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
We need to protect South Africa's environment and natural resources, including our freshwaters, our oceans and the creatures that live in them.  > 
Ukunikezelwa Kwamaphepha-mvume Olondoozo lweNdalo
Amaphepha-mvume olondolozo lwendalo afunelwa ukubanjwa nokuzingelwa kwezilwanyana, ukulotywa kweentlanzi, ukukhuliswa ukuthunyelwa kumanye amazwe nokuvunwa kwezityalo kwanokuthengiswa kwezilwanyana nezityalo ezinqabileyo. Iinkcukacha ezigcweleyo ngokufumana amaphepha-mvume ziyafumaneka kwi- website yeZiko loLondolozo lweNdalo laseKapa.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo