Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UBHUBHANE WESIGULO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Inkqubo yoNyango Mehlo/uThintelo lobuMfama
Le nkonzo ijolise ekuthinteleni iimeko zamehlo eziya kukhokelela kubumfama, yaye nokunyanga abantu abanengxaki nokubona kwabo.  > 
Unonophelo Lwezifo Ezingapheliyo
Isigulo esiqatha seso siqhubekeka ixesha elide okanye siphinde sibuye emva kwexesha elide. Ezinye zezona zigulo ziqatha sisifo semiphunga kwanesoxinzelelo lwegazi (ubushushu begazi).Zintoni izifo ezondeleyo? Ukuthintelwa nokulawulwa kumgangatho wokuqala wolondolozo lwempilo, Isifo sesifuba, Isifo soxinzelelo lwegaziIzigulo ezondeleyo zinokudalwa yimfuzo kodwa ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 8 uMatshi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo