Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UMnxeba weSibhedlele Sabantwana i-Red Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu
INKCAZELO:
Xa usana lwakho okanye umntwana wakho ethe warhogola okanye wosulelwa yinto ethile (izicoci, izityalo namayeza njalonjalo) enokuba netyhefu tsalela uMnxeba weSibhedlele Sabantwana iRed Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu kwinombolo ethi: 021 689 5227. Uya kunikwa iingcebis ziingcalii ngaloo nto nangeziphumo zayo obungenakuzilindela kananjalo ucetyiswe ngomawukwenze. Ucingo lokwazisa ngetyhefu lusebenza ngalo lonke ixesha (iiyure ezingama-24 ngosuku) kwaye luqhagamshelaniswe neenkonzo zoncedo olungxamisekileyo zezibhedlele.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uJulayi 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo