| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ithala Leencwadi Lezibonelelo ze-ATICC
INKCAZELO: |
Ithala Leencwadi le-ATTIC livulelekile kulunt yaye liqulethe ulwazi kuzo zonke iinkalo ezinento yokwenza nentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/izifo ezingumvuka wokwabelana ngesondo nesifo sephepha. Eli thala leencwadi ke liqulethe uluhlu olugqibeleleyo lwemifanekiso bhanya-bhanya, amaphepha-ndaba aphuma ngamaxesha athile, imihlathi, iincwadi ezinikezela ngoqeqesho, iimpepha eziqulethe uphando, iingxelo, izintlu, amaphetshana aneenkcukacha ezithile, imihlathana esikwe kumaphepha-ndaba kwakunye neetshati. Eli ke lithala leencwadi ekuthunyelwa kulo abantu nelikwaziyo ukubolekisa ngemifanekiso bhanya-bhanya yalo eluthotho eluntwini. Amacandelo eligqwesa kuwo eli thala leencwadi aquka la:
La maphepha-ndaba anezi zihloko zilandelayo ayafumaneka:
|
IMIYALELO: |
|
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
iZiko leNtshona Kapa Loqeqesho kuGawulayo, Kulwazi Neengcebiso (iATICC) (Isebe Lezempilo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
IXABISO: |
Ukungena kweli thala leencwadi kusimahla Iphepha ngalinye lekopi ekhutshiweyo: 20c. |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uMeyi 2006
Ithala Leencwadi le-ATTIC livulelekile kulunt yaye liqulethe ulwazi kuzo zonke iinkalo ezinento yokwenza nentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/izifo ezingumvuka wokwabelana ngesondo nesifo sephepha. Eli thala leencwadi ke liqulethe uluhlu olugqibeleleyo lwemifanekiso bhanya-bhanya, amaphepha-ndaba aphuma ngamaxesha athile, imihlathi, iincwadi ezinikezela ngoqeqesho, iimpepha eziqulethe uphando, iingxelo, izintlu, amaphetshana aneenkcukacha ezithile, imihlathana esikwe kumaphepha-ndaba kwakunye neetshati. Eli ke lithala leencwadi ekuthunyelwa kulo abantu nelikwaziyo ukubolekisa ngemifanekiso bhanya-bhanya yalo eluthotho eluntwini.
Ukudluliselwa kwentsholongwane kaGawulayo ngunina elusaneni 