| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Izibonelelo Ezinikezelwa yi-ATICC
INKCAZELO: |
IINCWADANA NEEMPEPHA EZINEENKCUKACHA ![]() Izibonelelo ze-ATICC Incwadana zeSoul City (A4 size)
Khomanani - Caring Together Booklets (A5 size)
Pamphlets: 14-19 years series
Amaphepha Aneenkcukacha: amaphepha eKhomanani aveliswa ngeelwimi ezine (isiNgesi/isiBhulu/ isiXhosa/ iSitswana)
IINTSILATHI
AMAPHEPHA EMIBONISO
|
||
IMIYALELO: |
Ukunqanda ukuphoxakala kubalulekile ukuba umntu atsale umnxeba ukuqinisekisa ukuba zisekho na ezi mpepha.Inombolo Yomnxeba: 021 763 5320/1/2/3. |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
iZiko leNtshona Kapa Loqeqesho kuGawulayo, Kulwazi Neengcebiso (iATICC) (Isebe Lezempilo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
IXABISO: |
Ifumaneka simahla |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 16 uMeyi 2006


