| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
UBhaliso kuLuhlu Oluneenkukacha zoShishino lwabaMnyama
INKCAZELO: |
ISebe leMicimbi yeNdalo esiNgqongileyo noKhenketho kwiNkqubo yeShishini lezoKhenketho (TEP) lithabatha inxaxheba kwisiseko soluhlu oluneenkcukacha zoshishino lwabamnyama ngokusebenzisana noKhenketho eMzantsi Afrika. Olu luhlu luneenkcukacha luya kuqinisekisa ukuba la mashishini kuyashishinwa ngawo, ukuba afumana amanyathelo afanelekileyo kulwakhiwo lwezikhundla kwakunye nokuba afumana amathuba afanelekileyo kurhulumente.I-TEP iya kuphinda iqalise uxanduva lokuqinisekisa ngomgangatho wemveliso ye-HDI ngokubhexesha okanye ngokwenza lula imigangatho ye-Tourism Grading Council of SA (i-TGCSA) ngokwesiseko sokwabelana ngamaxabiso phakathi kwe-TEP, i-TGCSA kunye neshishini. Xa sele olu luhlu kuqinisekisiwe ngomgangatho walo, isiseko esisemgangathweni siya kufumana inzuzo yokuvunyelwa kuqala kwisikhundla sonxibelelwano ngekhompyutha soKhenketho eMzantsi Afrika. |
IMIYALELO: |
Xa ufuna ulwazi olongeziweyo, qhagamshelana no-Sarah Manone Inombolo yomnxeba: 012 310 3635 Ifeksi: 012 320 4740 smanone@ozone.pwv.gov.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Isebe Lemicimbi Yendalo Engqongileyo Nezotyelelo (The Government of South Africa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 3 uFebruwari 2004