| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Isicelo sokuba nguMnikezeli oQinisekisiweyo woQeqesho kwezoKhenketho noVavanyo
INKCAZELO: |
UKhenketho, ukuBuka iiNdwendwe neMfundo ngezeMidlalo noGunyaziso lwezoQeqesho (THETA) inikeza inkonzo yoqinisekiso kubantu abathile okanye imibutho enikeza imfundo, uqeqesho kunye/okanye novavanyo kushishino lwezokhenketho. Abanikezeli abaqinisekisiwey badlala indima ebaluleke kakhulu kwezokhenketho, umzekelo, abanikezeli boqeqesho novavanyo kwezokhenketho basetyenziswa kwinkqubo yobhaliso loonogada kwezokhenketho. |
IMIYALELO: |
Iinkcukacha ezigcwleyo ngelungelo labenzi bezicelo kwakunye nenkqubo yoqinisekiso ziyafumaneka kwesi sikhundla sonxibelelwano ngekhompyutha - THETA website.Okanye ungaqhagamshelana ne-Theta kwezi nombolo: Call Centre: 0860 100 221 Inombolo yefowuni: 011 803 6010 Ifeksi: 011 803 6702 info@theta.org.za |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
I-SETA yezoTyelelo nezoNonophelo |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMeyi 2006