Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IINKCUKACHA KUBATYELELI
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Isikhundla solwazi Ngabakhokeli Babatyeleli
Ukuba ufuna umkhokeli wabatyeleli obhalisiweyo ukuba akubonise iNtshona Koloni, ungaphenda-phendla isikhundla solwazi Ngabakhokeli Babatyeleli ukuze ufumane oyena mkhokeli wabatyeleli uza kumelana neemfuno zakho.  > 
Uku-odola iiNcwadana zoKhenketho
Unga-odola iincwadana zokhenketho ngoMzantsi Afrika ngokusebenzisa ikhompyutha online. Ezi ncwadana zifumaneka ngesiNgesi, isiDatshi, isiTaliyana, isiFrentshi nangesiJamani.  > 
Umba weentyatyambo: Uhlaziyo kwiintyatyambo
Qhagamshelana ne- FLOWERLINE kuhlaziyo olwenziwa rhoqo kwiintyatyambo zasentwasahlobo, imiboniso yeentyatyambo kunye noqikelelo lwemozulu.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 30 uNovemba 2005
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo