| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Umba weentyatyambo: Uhlaziyo kwiintyatyambo
INKCAZELO: |
Qhagamshelana ne- FLOWERLINE kuhlaziyo olwenziwa rhoqo kwiintyatyambo zasentwasahlobo, imiboniso yeentyatyambo kunye noqikelelo lwemozulu. |
IMIYALELO: |
Tsalela umnxeba kule nombolo: 083 910 1028. |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
UMaspala Wesithili Sonxweme oluseNtshona |
IXABISO: |
Ixabiso eliqhelekileyo lokutsalela umnxeba umnxeba wesandla. |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 3 uFebruwari 2004