Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Isikhundla solwazi Ngabakhokeli Babatyeleli
INKCAZELO:
Ukuba ufuna umkhokeli wabatyeleli obhalisiweyo ukuba akubonise iNtshona Koloni, ungaphenda-phendla isikhundla solwazi Ngabakhokeli Babatyeleli ukuze ufumane oyena mkhokeli wabatyeleli uza kumelana neemfuno zakho.
IMIYALELO:
Okanye uqhagamshelane no-:Noxolo Ntenetya
Acting Registrar: Tourist Guides
Ground Floor
80 Waldorf Building
St George's Mall
Cape Town, 8000
Tel: 021 483 8734
Fax: 021 483 2957
registrar@pgwc.gov.za
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Tourist Guide Registration (Department of Economic Development and Tourism, Provincial Government of the Western Cape)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 30 uNovemba 2005
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo